peperonity.com
Welcome, guest. You are not logged in.
Log in or join for free!
 
Forgot login details?

For free!
Get started!

Intlonipho | mthondoshisayo


Intlonipho
Umfazazana u maMqwathi (Qwa) uya konontlalo-ntle (Ntla) eDolophini eyocela i grant. Qwa: “Nontlalo ndinomtwana omncinci ndizocela imali ka Mbeki.” Ntla: “Ngubani ifani yakho Mama,” Qwa: “Andibizi nje kaloku ndiyahlonipha ndingaqunjelwa ngamawethu.” Ntla: “Asikwazi ke ukukunceda Mama kuba inyanzelekile ifani yakho siyibhale.” Qwa: “Kowu ndingafane ndikukopise ngelithi lilungu lomzimba mtwana wam.” Ntla : “Ungu Ntloko ifani yakho.” Qwa : “Hayi yehlela mtwana wam.” Ntla : “Ungu Ntamo” Qwa : “Yehla mabhalani” Ntla :”Ungu Sifuba” Qwa : “Yehla Ntombazana” Ntla : ” Ungu Sinqa” Qwa : ” Sewuza kufika ezantsana kancinci nje wena.” Ntla : ” Yhoo ye mama uzakundibizisa izinto ezinkulu Ungu Mthondo ifani yakho” Qwa : ” Amagaqana la asecalani ke mtwana wam sele ufikile” Ntla : ” Mama ungu Sende ifani yakho” Qwa: “Isininzi ke Mtwana wam” Ntla : ” Ooh Ungu Masende mama” Qwa: “Isinciphiso ke ngoku mtwana wam.” Ntla : ” Ungu Masendana mama ifani yakho.” Qwa ” Bhala mabhalani ungaphindi undibuze nto mtwanam baya kundiva abantu bomzi wam.”


This page:




Help/FAQ | Terms | Imprint
Home People Pictures Videos Sites Blogs Chat
Top
.